29/01/2021
Yhini kwasizungu yazizikhalo sasala k*mjelo wentlungu walalemini uleta unyana kamatshawe wasabela ubizo singqiyame ngawe ayifaninawe eyongena emzini ungabizwanga kwaye zange wasilahla unathi kulonko ndilila ndinethemba lokuhle nolonwabo k*manyange kuzaliseku indlela ezimhlophe Luba ndayazi uyakusimela masixole gaIi lo leta bolibele utamkhhulu sambona ngethonga dadebawewo skhukhukazi ungayekeleli izulu limbizile amanyange Andile