UWC Xhosa student society

Ngqanga nee ntsiba zayo mawethu. I-UWC XSS iyanimema kwakhona kwimbadu ezobe ingoLwesihlanu lo sijonge kuye, Maz’enethol...
08/09/2026

Ngqanga nee ntsiba zayo mawethu. I-UWC XSS iyanimema kwakhona kwimbadu ezobe ingoLwesihlanu lo sijonge kuye, Maz’enethole! ❤️

02/09/2026

Imbongi yalaph a ekhaya u Lunje Cekiso uMgcina, uNokwindla, uXhamela, Siyacamagusha ! ❤️

02/09/2026

Umbuliso osuka kwi CPUT XHOSA STUDENT SOCIETY abantakwethu esizalwa nabo nesixhasana kakhulu kwelikhaya. Camagu mzi wakowethu.

31/08/2026

Umbuliso osuka kwi UWC SWATI SOCIETY ,nabo bebeyinxalenye yomsitho we workshop, Siyabonga nine bekunene! ❤️ 🇸🇿 👏🏾 🇸🇿

31/08/2026

Umbuliso osuka kwi Ndebele Student Society kumsitho wethu ngoMgqibelo ophelileyo. ❤️ Siyathokoza maNdebele ekhethu. ❤️ 🇦🇲👏🏾

31/08/2026

Umbuliso osuka kwi UWC Tsonga Society kumsitho ebesinawo. ❤️ 😍 Benze kwammandi kulomsitho ngomxhentso wabo wesintu. Hi khensa swinene eka nhlangano wa hina wa Vatsonga wa UWC.
> 🔥🔥🇿🇦

Ikhaya elikude nekhaya❤️   🔥🔥🔥🔥    ❤️❤️
29/08/2026

Ikhaya elikude nekhaya❤️

🔥🔥🔥🔥 ❤️❤️

28/08/2026
26/08/2026

Siyabhotisa mzi ontsundu ngokukusuka kwi ncam yentliziyo, sifuna ukunazisa ukuba umsitho wethu ozobe ubanjwe Ngomgqibelo ngomhla we 29 Kweye Thupha kulonyaka uzobanjelwa e SC 8 Lecture Hall. Enkosi ❤️👏🏽 ゚viralシfypシ゚

Address

University Of Western Cape
Cape Town

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when UWC Xhosa student society posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The University

Send a message to UWC Xhosa student society:

Shortcuts

Share