Ibali lika Ayabukwa.

Ibali lika Ayabukwa. Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Ibali lika Ayabukwa., College & University, Thornwood.

22/07/2022

Cela support yenu guys please ❤️😭

08/05/2022

😊❤️ reaction please my fan😪🤲

21/04/2022

Guys please like my page ❤️🙏🤲.

Sazakuba lit laa

21/04/2022

°Insert1🖤.
Sunday in the morning ❤️

Ndivuke ekuseni ndaya e bathroom 🛀fika ndahlamba gqiba brush hairstyle yam .ngxiba I I dress yam e black ne takky .gqiba ndaya e kitchen fike umama sele ephaya senza I breakfast..

Me: good morning Mama❤️.
Mam: morning mntanum .hlala phantsi linde I breakfast
Me:ha ana.maam ndiryt ngxaki zoba late ecaweni mn .😌
Mama: uzohamba ngatyanga kengk .?
Me: ewe mama.
Ndabe ndisiva umelokuhle endikhwaza e gaytin ..

Me:mama sendikhwazwa ndiyahamba ngk cela I Mali yomnikelo.
Mama:hamba uyoyithatha e bagini yam .
Me: enkosii mama .
Ndathatha imali ndahamba . Fika umelokuhle esendilinde e gatini.
Melokuhle:yoh hai xerm silate thini kunini usendlini oko ndikhwaza😌.
Me: hai weth melo akuzuba sithi sodwa esilate .
Melokuhle:yeh chom u Lilokuhle kanti yena ebengazukuya ecaweni ?
Me:yoh hai mngani andimazi khange andixelele .masambe siyokumkoba kokwabo.
Melokuhle:hai Ayabukwa sizoba late masivele simyeke qha.

Okay saqhebeka nendlela . Apha endleleni ...sisa ncokola njalo kwafika imoto e black I BMW .eqhutywa ngumfana omhlophe then ngaphaya kwakhe kugibele umntu ongu mfana omnyama but not kakhulu . okay basibulisa aba bafana.
Abafana:Molweni ladies .
Thina:ewe bhuti singakunceda ngantoni
Abafana:hai ndim nje onganceda Nina .caba niyaphi ?
Melokuhle:siya ecaweni buzothin
Abafana: hainje cela kuniph u lift .
Me:no bhut enkosii asiwuceli .
Abafana: haa guys come on .nibahle kangaka phinde nihambe ngenyawo .
Melokuhle: hai bhuti sesikufitshana ecaweni and uyasilatisela cela uhambe
Abafana: okay before hambe cela nindifakele inumber zenu apha.
Ekhupha iPhone ngaphandle kwe festile .
Me:no I don't have a phone
Abafana: what was that in your pocket?.
Me:This is my Bible.
Abafana : okay cela amagama enu .mn ngama lam ndingu Hlumela hlala around apha jozi .lomfana lapha cakwam ngu Thabo naye hlala kwa apha jozi.

Wabe lamfana asecaleni ezifihle nge nge neck musk.

Me: okay savuya kunazi .mn ndingu Ayabukwa Lona ngu Melokuhle sihlala kwalapha ejozi.gqiba sahamba🤸

21/04/2022

. Introduction•°
Igama lam ndingu Ayabukwa ndineminyaka ey 17 funda ibanga le11 ndihlala e Johannesburg eJoz .ekhaya ndihlala no mama wam u Sinekhaya ungu Doctor kwalapha eJozi bengu tata wam uBuhlebenkosi uyi Social worker. utata no mama batshatile .then bezi brother zam ezindala uLingomso una 19 funda grade 12 kubengu Luzuko yena uneminyake eyi 20wenza unyaka wakhe wokuqala e University. Ekhaya sihlala kwi house 12 room's then bezi garage eziyi2 .ndine Chomy eziyi four umelokuhle, uZokwanda ,uAmila ,uLilokuhle. Sifunda I grade eyione but u Lilokuhle no Amila ukwa 11B mn no Zokwanda no Melokuhle funda 11A..
please like my page kusazakubamnandi❤️

Address

Thornwood

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ibali lika Ayabukwa. posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share